Vuma moya wam

Vuma Moya Wam

Vuma vuma moya wam
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza moya wam
 
(Yield my spirit, Yield to Christ because He is calling you – come)

Vuma vuma mphefumlo wam
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza mphefumlo wam
 
(Yield my hands, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma mehlo am’
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza, woza, woza mehlo am’

(Yield my eyes, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma zandla zam’
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza zandla zam’

(Yield my soul, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma ngqondo yam’
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza ngqondo yam’

(Yield my mind, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma mzimba wam’
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza mzimba wam’

(Yield my body, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma nyawo zam’
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza nyawo zam’

(Yield my body, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma moya wam
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza moya wam
 
(Yield my spirit, yield to Christ because he is calling you – come)

Vuma vuma mphefumlo wam
vuma vum ‘uJesu lo
ngob’ uJesu uyakubiza woza,
woza, woza mphefumlo wam
 
(Yield my hands, yield to Christ because he is calling you – come)**

Leave a Reply